Bamtuma amanzi emini. Sihamba Ngenyanga.

Waba kuka ngetunga, laza latshona. Sihamba Ngenyanga.

Waba kuka ngomcepe, waza watshona. Sihamba Ngenyanga.

Waba kuka ngexakato, laza latshona. Sihamba Ngenyanga.

That of the second is:—

Ndiyi nkuku nje ndingebulawe. Kukulu ku-u-u.

Ndize kubika u-Tangalimlibo. Kukulu ku-u-u.

U-Tangalimlibo ufile. Kukulu ku-u-u.

Ukelele umntu ntloni amanzi. Kukulu ku-u-u.

Ibe kutunywa inkomo, yakonya. Kukulu ku-u-u.